INdumiso 75:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba kukho indebe esandleni sikaYehova,+Yaye iwayini iphuphuma ugwebu, iphithikeziwe.Ngokuqinisekileyo uya kuzichitha iintsipho zayo;Bonke abangendawo bomhlaba baya kuzihluza, bazisele.”+ Isaya 51:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Vuka, vuka, sukuma Yerusalem,+ wena uyiseleyo esandleni sikaYehova indebe yomsindo wakhe.+ Usele indebe engenamqheba, indebe ebangela ukuhexa, uyifincile.+ Yeremiya 25:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuba utshilo kum uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi: “Thabatha le ndebe yewayini yomsindo esandleni sam, useze ngayo zonke iintlanga endikuthumela kuzo.+ ISityhilelo 14:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 uya kusela kwiwayini yomsindo kaThixo egalelwa ingaphithikezwanga kwindebe yengqumbo yakhe,+ yaye uya kuthuthunjiswa+ ngomlilo nesalfure+ emehlweni eengelosi ezingcwele nasemehlweni eMvana.
8 Kuba kukho indebe esandleni sikaYehova,+Yaye iwayini iphuphuma ugwebu, iphithikeziwe.Ngokuqinisekileyo uya kuzichitha iintsipho zayo;Bonke abangendawo bomhlaba baya kuzihluza, bazisele.”+
17 “Vuka, vuka, sukuma Yerusalem,+ wena uyiseleyo esandleni sikaYehova indebe yomsindo wakhe.+ Usele indebe engenamqheba, indebe ebangela ukuhexa, uyifincile.+
15 Kuba utshilo kum uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi: “Thabatha le ndebe yewayini yomsindo esandleni sam, useze ngayo zonke iintlanga endikuthumela kuzo.+
10 uya kusela kwiwayini yomsindo kaThixo egalelwa ingaphithikezwanga kwindebe yengqumbo yakhe,+ yaye uya kuthuthunjiswa+ ngomlilo nesalfure+ emehlweni eengelosi ezingcwele nasemehlweni eMvana.