INdumiso 109:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngenxa yokuba engakukhumbulanga ukwenza ububele bothando,+Kodwa wasukela umntu oxhwalekileyo nolihlwempu+Nalowo unentliziyo edakumbileyo, ukuba ambulale.+ IMizekeliso 22:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Oqhatha isisweli ukuze azongeze izinto ezininzi,+ kwanonika isityebi, ngokuqinisekileyo umiselwe ukuswela.+ Isaya 10:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ukuze bashenxise izisweli etyaleni nokuze bahluthe okusesikweni kwabaxhwalekileyo babantu bam,+ ukuba abahlolokazi babe lixhoba labo, nokuze babe nokuphanga kwanamakhwenkwe angenayise!+ Amosi 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Yivani oku, nina nilingqavulayo ihlwempu,+ nokuze nibaphelise abalulamileyo emhlabeni,+ Yakobi 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Khangelani! Imivuzo yabasebenzi abavuna amasimi enu eniyibambileyo,+ iyaqhubeka idanduluka,+ nezimemezo zokucela uncedo+ zabavuni zingenile ezindlebeni+ zikaYehova wemikhosi.
16 Ngenxa yokuba engakukhumbulanga ukwenza ububele bothando,+Kodwa wasukela umntu oxhwalekileyo nolihlwempu+Nalowo unentliziyo edakumbileyo, ukuba ambulale.+
16 Oqhatha isisweli ukuze azongeze izinto ezininzi,+ kwanonika isityebi, ngokuqinisekileyo umiselwe ukuswela.+
2 ukuze bashenxise izisweli etyaleni nokuze bahluthe okusesikweni kwabaxhwalekileyo babantu bam,+ ukuba abahlolokazi babe lixhoba labo, nokuze babe nokuphanga kwanamakhwenkwe angenayise!+
4 Khangelani! Imivuzo yabasebenzi abavuna amasimi enu eniyibambileyo,+ iyaqhubeka idanduluka,+ nezimemezo zokucela uncedo+ zabavuni zingenile ezindlebeni+ zikaYehova wemikhosi.