INdumiso 39:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Intliziyo yam yaba shushu ngaphakathi kum;+Ekuncwineni kwam umlilo waqhubeka uvutha.Ndathetha ngolwimi lwam ndathi: Yeremiya 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndaza ndathi: “Andisayi kumkhankanya, andisayi kuphinda ndithethe egameni lakhe.”+ Yaye entliziyweni yam kwaba ngathi ngumlilo ovuthayo ovalelwe emathanjeni am; ndaza ndadinwa kukuzibamba, andakwazi ukukunyamezela oko.+ IZenzo 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Yena wayeyalelwe ngomlomo indlela kaYehova yaye, njengoko wayevutha ngumoya,+ wayehamba ethetha kwaye efundisa ngokuchanileyo izinto ezingoYesu, kodwa eqhelene nobhaptizo lukaYohane+ kuphela.
3 Intliziyo yam yaba shushu ngaphakathi kum;+Ekuncwineni kwam umlilo waqhubeka uvutha.Ndathetha ngolwimi lwam ndathi:
9 Ndaza ndathi: “Andisayi kumkhankanya, andisayi kuphinda ndithethe egameni lakhe.”+ Yaye entliziyweni yam kwaba ngathi ngumlilo ovuthayo ovalelwe emathanjeni am; ndaza ndadinwa kukuzibamba, andakwazi ukukunyamezela oko.+
25 Yena wayeyalelwe ngomlomo indlela kaYehova yaye, njengoko wayevutha ngumoya,+ wayehamba ethetha kwaye efundisa ngokuchanileyo izinto ezingoYesu, kodwa eqhelene nobhaptizo lukaYohane+ kuphela.