IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 32:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kuba ndizaliswe ngamazwi;

      Umoya undicinezele+ esiswini sam.

  • INdumiso 39:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Intliziyo yam yaba shushu ngaphakathi kum;+

      Ekuncwineni kwam umlilo waqhubeka uvutha.

      Ndathetha ngolwimi lwam ndathi:

  • Yeremiya 6:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye ndizele ngumsindo kaYehova. Ndidiniwe kukuwubamba.”+

      “Wuphalazele phezu komntwana osesitratweni+ naphezu kweqela labafana abangamakholwane ngaxeshanye; kuba nabo baya kubanjwa, indoda kunye nomfazi wayo, indoda endala kunye nalowo uzeleyo yimihla.+

  • Amosi 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ingonyama igqumile!+ Ngubani na ongayi koyika? INkosi enguMongami uYehova ithethile! Ngubani na ongayi kuprofeta?’+

  • IZenzo 4:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa thina, asinakuyeka ukuthetha ngezinto esizibonileyo nesizivileyo.”+

  • IZenzo 18:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ke kaloku bakuhla uSilas+ noTimoti+ bevela eMakedoni, uPawulos waxineka lilizwi, enikela ubungqina kumaYuda bokungqina ukuba uYesu unguKRISTU.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share