2 Kumkani 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waza wehla wangena eYordan izihlandlo ezisixhenxe ngokwelizwi lomntu kaTHIXO oyinyaniso;+ emva koko inyama yakhe yabuya yaba njengenyama yenkwenkwana+ waza wahlambuluka.+
14 Waza wehla wangena eYordan izihlandlo ezisixhenxe ngokwelizwi lomntu kaTHIXO oyinyaniso;+ emva koko inyama yakhe yabuya yaba njengenyama yenkwenkwana+ waza wahlambuluka.+