IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 50:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Emva koko wafa uYosefu enekhulu elineshumi leminyaka ubudala; yaye basiqhola isidumbu sakhe,+ saza safakwa emkhumbini eYiputa.

  • Isaya 22:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 ‘Yintoni na oyilangazelelayo apha, ingubani na omlangazelelayo apha, le nto uzimbele apha indawo yokungcwaba?’+ Uzimbela indawo yokungcwaba kwindawo ephakamileyo; uzisikela indawo yokuhlala engxondorheni.

  • Hezekile 26:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 kanjalo ndiza kukuhlisa nabo behlayo baye emhadini kubantu bakudala,+ yaye ndiza kukubangela uhlale elizweni lasemazantsi,+ njengeendawo eziphanzileyo kangangexesha elide, kunye nabo behlayo baye emhadini,+ ukuze ungabi nabemi; yaye ndiza kubeka umhombiso elizweni labaphilayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share