Eksodus 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Zaqengqeleka iintsuku zaninzi, wafa ukumkani waseYiputa,+ kodwa bona oonyana bakaSirayeli baqhubeka bencwina, bekhalaza ngenxa yokukhotyokiswa kwabo,+ yaye ukukhalela kwabo uncedo besebukhobokeni, kwanyuka kwaya kufikelela kuTHIXO oyinyaniso.+ Yobhi 34:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ukuze abangele isikhalo sosweleyo sifike kuye;Yaye ngoko uyasiva isikhalo sabaxhwalekileyo.+ IMizekeliso 29:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Xa esiba maninzi amalungisa, abantu baba nemihlali;+ kodwa xa kulawula ongendawo, abantu bayancwina.+
23 Zaqengqeleka iintsuku zaninzi, wafa ukumkani waseYiputa,+ kodwa bona oonyana bakaSirayeli baqhubeka bencwina, bekhalaza ngenxa yokukhotyokiswa kwabo,+ yaye ukukhalela kwabo uncedo besebukhobokeni, kwanyuka kwaya kufikelela kuTHIXO oyinyaniso.+
2 Xa esiba maninzi amalungisa, abantu baba nemihlali;+ kodwa xa kulawula ongendawo, abantu bayancwina.+