IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 1:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yaye wawukrakra umphefumlo wakhe,+ waza wathandaza kuYehova+ walila kakhulu.+

  • 2 Kumkani 4:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ekufikeni kwakhe entabeni kumntu kaTHIXO oyinyaniso, kwaoko wambamba ezinyaweni.+ UGehazi wasondela ukuze amshenxise,+ kodwa umntu kaTHIXO oyinyaniso+ wathi: “Myeke,+ kuba umphefumlo wakhe ukrakra+ ngaphakathi kuye; yaye uYehova undifihlele,+ akandixelelanga.”

  • IMizekeliso 31:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Isiselo esinxilisayo, sinikeni otshabalalayo+ newayini yinikeni abo bamphefumlo ukrakra.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share