Isaya 41:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa.+ Ndiza kukunceda ngokwenene.+ Ndiza kukubamba nkqi ngokwenene ngesandla sam sasekunene+ sobulungisa.’+ Yeremiya 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Musa ukoyika ngenxa yobuso babo,+ kuba ‘mna ndinawe ukuba ndikuhlangule,’+ utsho uYehova.” Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+
10 Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa.+ Ndiza kukunceda ngokwenene.+ Ndiza kukubamba nkqi ngokwenene ngesandla sam sasekunene+ sobulungisa.’+