Nehemiya 12:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 naphezu kweSango lakwaEfrayim+ nakwiSango lesiXeko Esidala+ ukuya kufikelela kwiSango Leentlanzi+ nakwiNqaba kaHananeli+ nakwiNqaba kaMeya+ nakwiSango Lezimvu;+ ibe yaya kuma kwiSango labaLindi. Isaya 33:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Intliziyo yakho iya kugqabaza ngezandi eziphantsi+ ngento eyothusayo: “Uphi na unobhala? Uphi na lowo uhlawulayo?+ Uphi na obala iinqaba?”+
39 naphezu kweSango lakwaEfrayim+ nakwiSango lesiXeko Esidala+ ukuya kufikelela kwiSango Leentlanzi+ nakwiNqaba kaHananeli+ nakwiNqaba kaMeya+ nakwiSango Lezimvu;+ ibe yaya kuma kwiSango labaLindi.
18 Intliziyo yakho iya kugqabaza ngezandi eziphantsi+ ngento eyothusayo: “Uphi na unobhala? Uphi na lowo uhlawulayo?+ Uphi na obala iinqaba?”+