IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 18:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ke kaloku uAbhisalom yena, ngoxa wayesaphila, wayethabathe intsika+ waza wazimisela yona, eseNtilini yoKumkani,+ kuba wathi: “Andinanyana ukuze akhumbule igama lam.”+ Ngoko loo ntsika wayibiza ngegama lakhe,+ yaye iqhubeka ibizwa ngokuba liliTye Lesikhumbuzo lika-Abhisalom kude kuse kule mini.

  • INdumiso 49:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Umnqweno wabo ngaphakathi kukuba izindlu zabo zingama kuse kwixesha elingenammiselo,+

      Iminquba yabo kwisizukulwana ukusa kwisizukulwana.+

      Imihlaba yabo bayibiza ngamagama abo.+

  • IMizekeliso 8:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile.

  • IMizekeliso 15:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Indlu yabaziphakamisileyo uYehova uyayichitha,+ kodwa uya kuwuzinzisa umda womhlolokazi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share