IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 103:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Njengokuba kude kwempumalanga entshonalanga,+

      Kunjalo ukukukhwelelisa kwakhe kude nathi ukunxaxha kwethu.+

  • Isaya 38:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Khangela! Uxolo lwam lwalububukrakra,+ ewe, ubukrakra;

      Yaye wena uye wanamathela emphefumlweni wam waza wawugcina emhadini wokudilika.+

      Kuba uziphose emva kwakho zonke izono zam.+

  • Yeremiya 16:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kuba amehlo am akuzo zonke iindlela zabo. Bebengasithelanga phambi kwam, nesiphoso sabo besingafihlekanga phambi kwamehlo am.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share