Duteronomi 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uze umoyike uYehova uThixo wakho,+ umkhonze,+ ufunge ngegama lakhe.+ Yeremiya 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye ukuba ngokuqinisekileyo uthe wafunga wathi,+ ‘Ephila nje uYehova enyanisweni,+ kokusesikweni nangobulungisa!’+ ziya kwandula ke okunene zizisikelele ngaye iintlanga, zize ziqhayise ngaye.”+ Yeremiya 12:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Kuya kuthi ke ukuba bathe bafunda iindlela zabantu bam ekufungeni igama lam,+ besithi, ‘Ephila nje uYehova!’ kanye njengoko bafundisa abantu bam ukufunga uBhahali,+ bakhiwe phakathi kwabantu bam.+
2 Kwaye ukuba ngokuqinisekileyo uthe wafunga wathi,+ ‘Ephila nje uYehova enyanisweni,+ kokusesikweni nangobulungisa!’+ ziya kwandula ke okunene zizisikelele ngaye iintlanga, zize ziqhayise ngaye.”+
16 “Kuya kuthi ke ukuba bathe bafunda iindlela zabantu bam ekufungeni igama lam,+ besithi, ‘Ephila nje uYehova!’ kanye njengoko bafundisa abantu bam ukufunga uBhahali,+ bakhiwe phakathi kwabantu bam.+