IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 10:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ngenxa yoko ngokubhekele phaya babuza+ kuYehova: “Uselefikile na apha umntu lowo?” Wathi ke uYehova: “Nankuya, uzifihle+ phakathi kwempahla.”

  • 1 Samuweli 17:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ngoko nangoko uDavide washiya impahla+ yakhe esandleni somgcini wempahla+ waza wabaleka waya kuluhlu lwedabi. Xa wafikayo, wabuzisa ngentlalo-ntle yabantakwabo.+

  • 1 Samuweli 25:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngoko nangoko uDavide wathi kumadoda akhe: “Bhinqani elowo ikrele lakhe!”+ Ngoko babhinqa elowo ikrele lakhe noDavide wabhinqa elakhe ikrele; baza benyuka emva koDavide, amadoda amalunga namakhulu amane, ngoxa angamakhulu amabini ahlala nempahla.+

  • 1 Samuweli 30:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Wasukela ke uDavide,+ yena namadoda angamakhulu amane, kodwa amadoda angamakhulu amabini awayedinwe kakhulu ukuba angayiwela intlambo yeBhesore+ ema ngxi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share