Isaya 49:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Utsho uYehova ukuthi: “Ngexesha lenkoliseko ndikuphendule,+ nangemini yosindiso ndikuncedile;+ yaye ndakulondoloza ukuze ndikunikele ube ngumnqophiso wabantu,+ ukuba kuhlaziywe ilizwe,+ balifumane kwakhona ilifa eliphanzileyo,+ Isaya 55:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Funani uYehova ngoxa esenokufunyanwa.+ Mbizeni ngoxa esekufuphi.+ 2 Korinte 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba yena uthi: “Ndakuva ngexesha elamkelekileyo, ndakunceda ngemini yosindiso.”+ Khangelani! Lingoku elona xesha lamkelekileyo.+ Khangelani! Ingoku imini yosindiso.+
8 Utsho uYehova ukuthi: “Ngexesha lenkoliseko ndikuphendule,+ nangemini yosindiso ndikuncedile;+ yaye ndakulondoloza ukuze ndikunikele ube ngumnqophiso wabantu,+ ukuba kuhlaziywe ilizwe,+ balifumane kwakhona ilifa eliphanzileyo,+
2 Kuba yena uthi: “Ndakuva ngexesha elamkelekileyo, ndakunceda ngemini yosindiso.”+ Khangelani! Lingoku elona xesha lamkelekileyo.+ Khangelani! Ingoku imini yosindiso.+