Isaya 41:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Khangela! Bonke abo bavuthayo ngumsindo nxamnye nawe baya kuba neentloni baze bathotywe.+ Amadoda axabene nawe aya kuba njengento engento, atshabalale.+ Isaya 49:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye ndiya kubenza abo bakudlakazelisayo badle inyama yabo; baya kunxila ligazi labo ngokungathi yiwayini enencasa. Kwaye yonke inyama kuya kufuneka yazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho+ noMhlawuleli wakho,+ Lowo unaMandla kaYakobi.”+ Mika 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba ndaninyusa kwilizwe laseYiputa,+ ndanikhulula nasendlwini yamakhoboka;+ ndathumela phambi kwenu uMoses, uAron noMiriyam.+
11 “Khangela! Bonke abo bavuthayo ngumsindo nxamnye nawe baya kuba neentloni baze bathotywe.+ Amadoda axabene nawe aya kuba njengento engento, atshabalale.+
26 Yaye ndiya kubenza abo bakudlakazelisayo badle inyama yabo; baya kunxila ligazi labo ngokungathi yiwayini enencasa. Kwaye yonke inyama kuya kufuneka yazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho+ noMhlawuleli wakho,+ Lowo unaMandla kaYakobi.”+
4 Kuba ndaninyusa kwilizwe laseYiputa,+ ndanikhulula nasendlwini yamakhoboka;+ ndathumela phambi kwenu uMoses, uAron noMiriyam.+