Duteronomi 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 owakuhambisayo entlango enkulu neyoyikekayo,+ eneenyoka ezinobuhlungu+ noonomadudwane nebaleleyo kwaye ingenamanzi; owakuvelisela amanzi eweni leqhwitha;+ Nehemiya 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wabanika nesonka esivela ezulwini ngenxa yokulamba kwabo,+ namanzi avela engxondorheni ngenxa yokunxanwa kwabo,+ yaye wahlabela mgama wathi kubo mabangene+ balidle ilifa ilizwe owaphakamisa isandla sakho wafunga ukubanika lona.+ 1 Korinte 10:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 yaye bonke basela isiselo sokomoya esifanayo.+ Kuba babedla ngokusela kulwalwa lokomoya+ olwalubalandela, yaye olo lwalwa+ lwaluthetha uKRISTU.+
15 owakuhambisayo entlango enkulu neyoyikekayo,+ eneenyoka ezinobuhlungu+ noonomadudwane nebaleleyo kwaye ingenamanzi; owakuvelisela amanzi eweni leqhwitha;+
15 Wabanika nesonka esivela ezulwini ngenxa yokulamba kwabo,+ namanzi avela engxondorheni ngenxa yokunxanwa kwabo,+ yaye wahlabela mgama wathi kubo mabangene+ balidle ilifa ilizwe owaphakamisa isandla sakho wafunga ukubanika lona.+
4 yaye bonke basela isiselo sokomoya esifanayo.+ Kuba babedla ngokusela kulwalwa lokomoya+ olwalubalandela, yaye olo lwalwa+ lwaluthetha uKRISTU.+