IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 “Ukuba uthe wamfuna uYehova uThixo wakho apho, uya kumfumana ngokuqinisekileyo,+ ngokuba uya kumfuna ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke.+

  • 1 Kumkani 8:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 baze ngokwenene babuyele kuwe ngentliziyo yabo+ yonke nangomphefumlo wabo wonke kwilizwe leentshaba zabo ezabathabatha njengabathinjwa, bathandaze kuwe bejonge kwilizwe labo owalinika ookhokho babo, isixeko osinyulileyo nendlu endiyakhele igama lakho;+

  • 1 Kronike 22:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ke ngoko yinikeleni intliziyo yenu nomphefumlo wenu+ ukuba nibuze kuYehova uThixo wenu,+ nize nisukume nakhe ingcwele+ kaYehova uTHIXO oyinyaniso,+ ukuba nizise ityeya+ yomnqophiso kaYehova neempahla ezingcwele zoTHIXO oyinyaniso endlwini eyakhelwe igama+ likaYehova.”

  • 2 Kronike 31:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kuwo wonke umsebenzi awawenzayo enkonzweni+ yendlu kaTHIXO oyinyaniso nasemthethweni+ nasemyalelweni ukuba afune+ uThixo wakhe, wakwenza ngentliziyo yakhe yonke,+ yaye waphumelela.+

  • Yeremiya 29:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “‘Okunene niya kundifuna nize nindifumane,+ kuba niya kundifuna ngentliziyo yenu yonke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share