IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 33:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Lunoyolo uhlanga oluThixo walo unguYehova,+

      Abantu abanyule njengelifa lakhe.+

  • INdumiso 37:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Kuba abenzi bobubi baya kunqunyulwa,+

      Kodwa abathembela kuYehova baya kuwudla ilifa umhlaba.+

  • INdumiso 37:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Mlinde ongenakusoleka uze umkhangele othe tye,+

      Kuba ikamva laloo mntu liya kuba leloxolo.+

  • INdumiso 89:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Banoyolo abantu abayaziyo imikhwazo yovuyo.+

      Bahamba ekukhanyeni kobuso bakho, Yehova.+

  • INdumiso 146:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Unoyolo lowo unoncedo olunguTHIXO kaYakobi,+

      Othemba lakhe likuYehova uThixo wakhe,+

  • Luka 11:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Kodwa yena wathi: “Hayi, kunoko, Banoyolo abo balivayo ilizwi likaThixo baze baligcine!”+

  • Yakobi 1:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kodwa umntu oqondela kumthetho ogqibeleleyo+ wenkululeko, nalowo uzingisayo kuwo, yena lowo, ngenxa yokuba uye, akaba ngovayo aze alibale, kodwa waba ngumenzi womsebenzi,+ uya kuba noyolo+ ekuwenzeni kwakhe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share