Duteronomi 8:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 owakudlisa imana+ entlango, nto leyo babengayazi ooyihlo, ukuze akuthobe,+ akuvavanye, ukuba akwenzele okulungileyo kamva;+ Duteronomi 32:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Akwaba bebenobulumko!+ Kuba bebeya kukuphonononga oku.+ Bebeya kusiqonda isiphelo sabo emva koku.+ INdumiso 90:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Sibonise kanye indlela yokubala imihla yethu ngendlela+Yokuba sizuze intliziyo yobulumko.+ Hebhere 12:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Enyanisweni, akukho ngqeqesho ibonakala ivuyisa okwangoku, kodwa ibuhlungu;+ ukanti kamva ivelisa isiqhamo soxolo,+ oko kukuthi, ubulungisa,+ kwabo baqeqeshiweyo yiyo.
16 owakudlisa imana+ entlango, nto leyo babengayazi ooyihlo, ukuze akuthobe,+ akuvavanye, ukuba akwenzele okulungileyo kamva;+
29 Akwaba bebenobulumko!+ Kuba bebeya kukuphonononga oku.+ Bebeya kusiqonda isiphelo sabo emva koku.+
11 Enyanisweni, akukho ngqeqesho ibonakala ivuyisa okwangoku, kodwa ibuhlungu;+ ukanti kamva ivelisa isiqhamo soxolo,+ oko kukuthi, ubulungisa,+ kwabo baqeqeshiweyo yiyo.