1 Samuweli 25:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kamva uAbhigali wafika kuNabhali, yaye wayenetheko apho endlwini yakhe njengetheko lokumkani;+ nentliziyo kaNabhali yayichwayitile ngaphakathi, kwaye wayenxile+ eludaka; waza yena akamxelela nto, encinane okanye enkulu, de kwaba kukukhanya kwakusasa. IMizekeliso 23:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ukuphela kwayo iluma njengenyoka,+ yaye ikhupha ityhefu njengerhamba.+ 1 Korinte 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 namasela, nabantu ababawayo,+ namanxila,+ nabatshabhisi, nabaphangi abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo.+ Galati 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 oomona, iindywala,+ iziyunguma, nezinto ezinjengezi. Ngokubhekisele kwezi zinto ndinilumkisa kwangaphambili, njengoko besendinilumkisile kakade, ukuba abo baqhelisela+ izinto ezinjalo abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo.+ Efese 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kanjalo, musani ukunxila+ yiwayini, ekukho kuko uburheletyo,+ kodwa hlalani nizaliswa ngumoya,+
36 Kamva uAbhigali wafika kuNabhali, yaye wayenetheko apho endlwini yakhe njengetheko lokumkani;+ nentliziyo kaNabhali yayichwayitile ngaphakathi, kwaye wayenxile+ eludaka; waza yena akamxelela nto, encinane okanye enkulu, de kwaba kukukhanya kwakusasa.
10 namasela, nabantu ababawayo,+ namanxila,+ nabatshabhisi, nabaphangi abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo.+
21 oomona, iindywala,+ iziyunguma, nezinto ezinjengezi. Ngokubhekisele kwezi zinto ndinilumkisa kwangaphambili, njengoko besendinilumkisile kakade, ukuba abo baqhelisela+ izinto ezinjalo abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo.+