Yobhi 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Kwaye kukho indoda kwilizwe laseUtse+ egama linguYobhi;+ yaye loo ndoda yangqineka ingenakusoleka,+ ithe tye,+ imoyika uThixo+ kwaye iphambuka ebubini.+ INdumiso 26:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ndigwebe,+ Yehova, kuba ndihambe engqibelelweni yam,+Yaye ndikholose ngoYehova, ukuze ndingahexi.+ IMizekeliso 14:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ohamba ngokuthe tye woyika uYehova,+ kodwa oneendlela ezigwenxa uyamdelela.+ Mateyu 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Inene ndithi kuni, Phakathi kwabo bazelwe ngabafazi+ akuveliswanga omkhulu kunoYohane umBhaptizi; kodwa umntu omncinane ebukumkanini+ bamazulu mkhulu kunaye. Luka 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bobabini babengamalungisa+ phambi koThixo ngenxa yokuhamba ngokungenakusoleka+ ngokuvumelana nayo yonke imiyalelo+ neemfuneko ezisemthethweni+ zikaYehova.+
1 Kwaye kukho indoda kwilizwe laseUtse+ egama linguYobhi;+ yaye loo ndoda yangqineka ingenakusoleka,+ ithe tye,+ imoyika uThixo+ kwaye iphambuka ebubini.+
26 Ndigwebe,+ Yehova, kuba ndihambe engqibelelweni yam,+Yaye ndikholose ngoYehova, ukuze ndingahexi.+
11 Inene ndithi kuni, Phakathi kwabo bazelwe ngabafazi+ akuveliswanga omkhulu kunoYohane umBhaptizi; kodwa umntu omncinane ebukumkanini+ bamazulu mkhulu kunaye.
6 Bobabini babengamalungisa+ phambi koThixo ngenxa yokuhamba ngokungenakusoleka+ ngokuvumelana nayo yonke imiyalelo+ neemfuneko ezisemthethweni+ zikaYehova.+