IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye wena, ukuba uya kuhamba+ phambi kwam, kanye njengoko uDavide+ uyihlo wahambayo, ngentliziyo egqibeleleyo+ nangokuthe tye+ ngokwenza ngokuvumelana nako konke endikuyalele kona,+ uyigcine imimiselo yam+ nezigwebo zam,+

  • 2 Kumkani 20:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Owu Yehova, ndiyakubongoza, khawuncede ukhumbule+ ukuba ndiye ndahamba+ ngenyaniso+ phambi kwakho nangentliziyo epheleleyo,+ yaye okulungileyo emehlweni akho ndikwenzile.”+ Yaye uHezekiya walila kakhulu.+

  • INdumiso 119:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Ngoko ke bendingayi kuba nazintloni,+

      Xa ndikhangela kuyo yonke imiyalelo yakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share