IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+

      Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+

      Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+

      Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+

  • IMizekeliso 24:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Musa ukuthi: “Kanye njengoko enjenjalo kum, ndiya kwenjenjalo nam kuye.+ Ndiya kumbuyekeza ngamnye ngokwezenzo zakhe.”+

  • Mateyu 5:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 “Nivile ukuba kwathiwa, ‘Iliso ngeliso nezinyo ngezinyo.’+

  • Roma 12:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Musani ukubuyisela ububi+ ngobubi nakubani na. Yenzani okuhle emehlweni abantu bonke.

  • 1 Tesalonika 5:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Qinisekani ukuba akukho namnye ubuyisela ububi ngobubi nakubani na,+ kodwa hlalani niphuthuma okulungileyo omnye komnye nakubo bonke abanye.+

  • 1 Petros 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 ningabuyiseli ububi ngobubi+ okanye ukutshabhisa ngokutshabhisa,+ kodwa, kunoko, sikelelani,+ kuba nabizelwa oko, ukuze niyidle ilifa intsikelelo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share