IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 16:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kodwa uYehova wathi kuSamuweli: “Musa ukukhangela imbonakalo yakhe nokuphakama kwesithomo sakhe,+ kuba ndimgatyile. Kuba indlela abona ngayo umntu [asiyondlela abona ngayo uThixo],+ ngenxa yokuba umntu nje ubona okubonakalayo emehlweni;+ kodwa uYehova yena, ubona oko ikuko intliziyo.”+

  • IMizekeliso 24:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ukuba kunokwenzeka uthi: “Khangela! Besingakwazi oku,”+ akayi kuthi na ocikida iintliziyo akuqonde,+ aze yena ogcina umphefumlo wakho azi+ yaye ngokuqinisekileyo abuyisele kumntu wasemhlabeni ngokomsebenzi wakhe?+

  • Yeremiya 17:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Mna, Yehova, ndiyayigocagoca intliziyo,+ ndizihlolisise izintso,+ ukuze ndinike ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ngokwesiqhamo sezenzo zakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share