IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 37:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Mlinde ongenakusoleka uze umkhangele othe tye,+

      Kuba ikamva laloo mntu liya kuba leloxolo.+

  • IMizekeliso 16:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Uhola wendlela wabathe tye kukusuka ebubini.+ Olondoloza indlela yakhe ugcina umphefumlo wakhe.+

  • Daniyeli 12:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Abaninzi baya kuzihlambulula,+ bazenze mhlophe,+ baze basulungekiswe.+ Ke bona abangendawo ngokuqinisekileyo baya kwenza ngokungendawo,+ bangaqondi konke konke;+ kodwa bona abanengqiqo baya kuqonda.+

  • 1 Petros 1:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ngoku njengoko niyisulungekisile+ imiphefumlo yenu ngokuthobela kwenu inyaniso okuphumela kumsa wobuzalwana+ ongenaluhanahaniso, thandanani kakhulu ngokusuka entliziyweni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share