IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 15:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 USamuweli wathi: “Ngaba uYehova lo uyoliswa yiminikelo etshiswayo+ nemibingelelo na njengoko kunjalo ngokuthotyelwa kwelizwi likaYehova? Khangela! Ukuthobela+ kulunge ngakumbi kunombingelelo,+ ukunikela ingqalelo kunamanqatha+ eenkunzi zeegusha;

  • IMizekeliso 15:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa umthandazo wabathe tye uyakholiswa nguwo.+

  • Isaya 1:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Kunangenelo ngantoni na kum ukuba mininzi kwemibingelelo yenu?” utsho uYehova. “Ndanele yimibingelelo etshiswa kuphele+ yeenkunzi zeegusha+ namanqatha ezilwanyana ezondlekileyo;+ yaye andiyoliswa+ naligazi+ lamathole eenkomo aziinkunzi neenkunzi zeemvana neenkunzi zeebhokhwe.+

  • Yeremiya 6:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “Kubaluleke ngantoni na kum ukuzisa kwenu intlaka yokuqhumisa yaseShebha+ nengcongolo yeziqholo elungileyo evela kwilizwe elikude? Umnikelo wenu otshiswa kuphele awukholisi,+ nemibingelelo yenu ayindikholisi.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share