IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 21:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo.+ Kobeka phi na xa ubani ewuzisa kunye nehambo evakalala.+

  • Isaya 1:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Kunangenelo ngantoni na kum ukuba mininzi kwemibingelelo yenu?” utsho uYehova. “Ndanele yimibingelelo etshiswa kuphele+ yeenkunzi zeegusha+ namanqatha ezilwanyana ezondlekileyo;+ yaye andiyoliswa+ naligazi+ lamathole eenkomo aziinkunzi neenkunzi zeemvana neenkunzi zeebhokhwe.+

  • Isaya 66:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Oxhela inkunzi yenkomo unjengalowo uxabela umntu.+ Obingelela ngemvu unjengalowo waphula intamo yenja.+ Lowo unikela isipho—igazi lehagu!+ Lowo wenza isikhumbuzo ngentlaka yokuqhumisa+ unjengalowo ubulela ngamazwi angaqhelekanga.+ Banjengabo banyule iindlela zabo, yaye umphefumlo wabo uyoliswa zizinto zabo ezilizothe.+

  • Yeremiya 6:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “Kubaluleke ngantoni na kum ukuzisa kwenu intlaka yokuqhumisa yaseShebha+ nengcongolo yeziqholo elungileyo evela kwilizwe elikude? Umnikelo wenu otshiswa kuphele awukholisi,+ nemibingelelo yenu ayindikholisi.”+

  • Mateyu 23:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 “Yeha nina, babhali nabaFarisi, bahanahanisindini! ngokuba ninikela isishumi+ setyeleba nesedile nesekumin, kodwa niye nayigatya imibandela enzima ngakumbi yoMthetho, eyile, okusesikweni+ nenceba+ nokuthembeka.+ Ezi zinto kwakubophelelekile ukuzenza, kanti kungamele kugatywe ezinye izinto.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share