Yoshuwa 23:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Kodwa ukuba niye najika,+ nanamathela kwezi ntlanga ziseleyo,+ ezi zisele nani, nendiselana+ kunye nazo, nangena phakathi kwazo, nazo phakathi kwenu, Yoshuwa 23:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 nifanele nazi ngokuqinisekileyo ukuba uYehova uThixo wenu akayi kuqhubeka ezihlutha ilizwe lazo ezi ntlanga ngenxa yenu;+ kwaye ziya kuba njengesibatha nanjengomgibe nanjengekatsi kumaphango enu+ nanjengameva emehlweni enu de nitshabalale kulo mhlaba ulungileyo uYehova uThixo wenu aninike wona.+ INdumiso 11:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Uya kunisela phezu kwabangendawo izabatha, umlilo nesalfure+Nomoya onolophu, njengesahlulo sendebe yabo.+
12 “Kodwa ukuba niye najika,+ nanamathela kwezi ntlanga ziseleyo,+ ezi zisele nani, nendiselana+ kunye nazo, nangena phakathi kwazo, nazo phakathi kwenu,
13 nifanele nazi ngokuqinisekileyo ukuba uYehova uThixo wenu akayi kuqhubeka ezihlutha ilizwe lazo ezi ntlanga ngenxa yenu;+ kwaye ziya kuba njengesibatha nanjengomgibe nanjengekatsi kumaphango enu+ nanjengameva emehlweni enu de nitshabalale kulo mhlaba ulungileyo uYehova uThixo wenu aninike wona.+
6 Uya kunisela phezu kwabangendawo izabatha, umlilo nesalfure+Nomoya onolophu, njengesahlulo sendebe yabo.+