Eksodus 23:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Uze ungasigqwethi isigwebo sehlwempu ukuba lithe lanembambano nomnye.+ Yobhi 29:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba ndandimhlangula oxhwalekileyo okhalela uncedo,+Nenkwenkwe engenayise naye nabani na ongenamncedi.+ Amosi 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba ndiyakwazi ukuba kuninzi kwako ukuvukela kwenu+ nokuba zininzi kwezono zenu,+ nina babonakalisa ubutshaba kwilungisa,+ nina bathabatha imali yokuval’ umlomo,+ nabajikisa amahlwempu+ esangweni.+ Zekariya 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ningaqhathi mhlolokazi+ okanye inkwenkwe engenayise,+ namphambukeli+ okanye oxhwalekileyo,+ ningacebi nto imbi elowo nxamnye nomnye ezintliziyweni zenu.’+
12 Kuba ndandimhlangula oxhwalekileyo okhalela uncedo,+Nenkwenkwe engenayise naye nabani na ongenamncedi.+
12 Kuba ndiyakwazi ukuba kuninzi kwako ukuvukela kwenu+ nokuba zininzi kwezono zenu,+ nina babonakalisa ubutshaba kwilungisa,+ nina bathabatha imali yokuval’ umlomo,+ nabajikisa amahlwempu+ esangweni.+
10 ningaqhathi mhlolokazi+ okanye inkwenkwe engenayise,+ namphambukeli+ okanye oxhwalekileyo,+ ningacebi nto imbi elowo nxamnye nomnye ezintliziyweni zenu.’+