IMizekeliso 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Musa ukuba sisilumko kwawakho amehlo.+ Yoyika uYehova, usuke ebubini.+ IMizekeliso 15:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Umgculeli akamthandi omohlwayayo.+ Akayi kuya kwizilumko.+ Yohane 9:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 UYesu wathi kubo: “Ukuba beniziimfama, ngeningenasono. Kodwa ngoku nithi, ‘Siyabona.’+ Isono senu+ sihleli.” Roma 1:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Nangona babemi ngelithi bazizilumko, baba zizidenge+ Roma 12:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Nyamekelanani;+ musani ukunyamekela izinto eziphakamileyo,+ kodwa sukelani izinto eziphantsi.+ Musani ukuba ziingqondi emehlweni enu.+
41 UYesu wathi kubo: “Ukuba beniziimfama, ngeningenasono. Kodwa ngoku nithi, ‘Siyabona.’+ Isono senu+ sihleli.”
16 Nyamekelanani;+ musani ukunyamekela izinto eziphakamileyo,+ kodwa sukelani izinto eziphantsi.+ Musani ukuba ziingqondi emehlweni enu.+