Estere 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Emva kwezi zinto uKumkani uAhaswerosi wamenza mkhulu uHaman+ unyana kaHamedata umAgagi+ waza wamphakamisa+ wambeka etroneni yakhe ngaphezu kwazo zonke ezinye iinkosana ezazikunye naye.+ IMizekeliso 30:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 phantsi kwekhoboka xa lilawula njengokumkani,+ nongenangqiqo xa esiba nokutya okulingeneyo;+ INtshumayeli 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndibabone abakhonzi bekhwele amahashe kodwa iinkosana zihamba kanye njengabakhonzi emhlabeni.+
3 Emva kwezi zinto uKumkani uAhaswerosi wamenza mkhulu uHaman+ unyana kaHamedata umAgagi+ waza wamphakamisa+ wambeka etroneni yakhe ngaphezu kwazo zonke ezinye iinkosana ezazikunye naye.+