Estere 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ukumkani wawushenxisa umsesane wakhe wokutywina+ esandleni sakhe waza wawunika uHaman+ unyana kaHamedata umAgagi,+ lowo wayebonakalisa ubutshaba kumaYuda.+ Estere 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko uKumkani uAhaswerosi wathi kukumkanikazi uEstere nakuMordekayi umYuda: “Khangela! Indlu kaHaman ndiyinike uEstere,+ kwaye yena bamxhomile esibondeni,+ ngenxa yokuba eye wasolula isandla sakhe nxamnye namaYuda. Estere 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba uHaman+ unyana kaHamedata,+ umAgagi,+ lowo wayebonakalisa ubutshaba+ kuwo onke amaYuda, waceba nxamnye namaYuda ukuba awatshabalalise,+ wenza iPuri,+ oko kukuthi, iQashiso+ ukuze awadubadube aze awatshabalalise.
10 Ukumkani wawushenxisa umsesane wakhe wokutywina+ esandleni sakhe waza wawunika uHaman+ unyana kaHamedata umAgagi,+ lowo wayebonakalisa ubutshaba kumaYuda.+
7 Ngoko uKumkani uAhaswerosi wathi kukumkanikazi uEstere nakuMordekayi umYuda: “Khangela! Indlu kaHaman ndiyinike uEstere,+ kwaye yena bamxhomile esibondeni,+ ngenxa yokuba eye wasolula isandla sakhe nxamnye namaYuda.
24 Kuba uHaman+ unyana kaHamedata,+ umAgagi,+ lowo wayebonakalisa ubutshaba+ kuwo onke amaYuda, waceba nxamnye namaYuda ukuba awatshabalalise,+ wenza iPuri,+ oko kukuthi, iQashiso+ ukuze awadubadube aze awatshabalalise.