-
1 Kumkani 16:8INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
8 Ngonyaka wamashumi amabini anesithandathu ka-Asa ukumkani wakwaYuda, uElaha unyana kaBhahasha waba ngukumkani wakwaSirayeli eTirtsa iminyaka emibini.
-
-
1 Kumkani 16:22INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
22 Ekugqibeleni abantu ababelandela uOmri baboyisa abantu ababelandela uTibheni unyana kaGinati; wafa uTibheni, yaye uOmri waqalisa ukulawula.
-