1 Kumkani 21:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwathi kamsinya nje akuba uIzebhele evile ukuba uNabhoti uxulutywe wada wafa, ngoko nangoko uIzebhele wathi kuAhabhi: “Phakama, uzithabathele isidiliya sikaNabhoti umYizereli,+ awalayo ukukunika ngemali; kuba uNabhoti akasaphili, kodwa ufile.” IMizekeliso 23:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Musa ukuwunciphisa umda wakudala,+ ungangeni entsimini yamakhwenkwe angenayise.+ IMizekeliso 28:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Umntu wezenzo zokuthembeka uya kufumana iintsikelelo ezininzi,+ kodwa ongxamela ukuzuza ubutyebi akayi kuhlala emsulwa.+
15 Kwathi kamsinya nje akuba uIzebhele evile ukuba uNabhoti uxulutywe wada wafa, ngoko nangoko uIzebhele wathi kuAhabhi: “Phakama, uzithabathele isidiliya sikaNabhoti umYizereli,+ awalayo ukukunika ngemali; kuba uNabhoti akasaphili, kodwa ufile.”
20 Umntu wezenzo zokuthembeka uya kufumana iintsikelelo ezininzi,+ kodwa ongxamela ukuzuza ubutyebi akayi kuhlala emsulwa.+