2 Samuweli 12:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Waza uDavide wamthuthuzela uBhatshebha umfazi wakhe.+ Ngokubhekele phaya, wangena kuye waza walala naye. Ekuhambeni kwexesha wazala unyana,+ yaye igama lakhe kwathiwa nguSolomon.+ NoYehova ngokwakhe wamthanda.+ 1 Kumkani 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yaye ngokuqinisekileyo kuya kuthi kamsinya yakulala kookhokho bayo inkosi yam ukumkani,+ mna nonyana wam uSolomon ngokuqinisekileyo sibe ngaboni.”
24 Waza uDavide wamthuthuzela uBhatshebha umfazi wakhe.+ Ngokubhekele phaya, wangena kuye waza walala naye. Ekuhambeni kwexesha wazala unyana,+ yaye igama lakhe kwathiwa nguSolomon.+ NoYehova ngokwakhe wamthanda.+
21 Yaye ngokuqinisekileyo kuya kuthi kamsinya yakulala kookhokho bayo inkosi yam ukumkani,+ mna nonyana wam uSolomon ngokuqinisekileyo sibe ngaboni.”