IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 5:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Wandula uGehazi+ umlindi kaElisha umntu kaTHIXO oyinyaniso+ wathi: “Yabona inkosi yam imyekile uNahaman+ umSiriya ngokungakwamkeli oko ebekuzise ngesandla sakhe. Njengoko uYehova ephila,+ ndiya kumsukela, ndithabathe okuthile kuye.”+

  • IMizekeliso 15:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Owenza ingeniso ngokungekho sikweni uyizisela ishwangusha indlu yakhe,+ kodwa othiya izipho uya kuhlala ephila.+

  • Mika 3:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Abo baziintloko zayo bagweba nje ngenxa yokunyotywa,+ nababingeleli bayo bayalela nje ngenxa yexabiso,+ nabaprofeti bakhe bavumisa nje ngenxa yemali;+ kanti bazixhasa ngoYehova, besithi: “Akakho phakathi kwethu na uYehova?+ Asiyi kufikelwa ntlekele.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share