IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 30:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Xa athe umntu wenza isibhambathiso+ kuYehova okanye wafunga isifungo+ sokuwubopha ngesibhambathiso sokuzila+ umphefumlo wakhe, makangalaphuli ilizwi lakhe.+ Makenze ngokwako konke okuphume emlonyeni wakhe.+

  • Numeri 30:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kodwa ukuba uthe uyise walalela ngomhla wokuziva kwakhe izibhambathiso zalo zonke okanye izibhambathiso zokuzila kwalo elibophe umphefumlo walo ngazo, aziyi kuma, kodwa uYehova wolixolela, ngokuba elalele uyise.+

  • 1 Samuweli 14:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kwaye amadoda akwaSirayeli ayebandezelekile ngaloo mini, ukanti uSawule wabafungisa abantu,+ esithi: “Uqalekisiwe umntu odla isonka phambi kokuba kuhlwe ndide ndiziphindezelele+ ezintshabeni zam!” Yaye akukho namnye ebantwini owangcamla isonka.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share