Duteronomi 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uze umoyike uYehova uThixo wakho,+ umkhonze,+ ufunge ngegama lakhe.+ Rute 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Apho ufela khona ndiya kufela khona,+ ndingcwatyelwe khona. Wanga uYehova angenjenjalo kum aze ongeze+ kuko ukuba kungabikho nantoni na enokusahlula ngaphandle kokufa.” 1 Samuweli 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Waza wahlabela mgama wathi: “Lithini na ilizwi alithethileyo kuwe? Nceda, musa ukundifihlela lona.+ Ngamana uThixo angenjenjalo kuwe aze enjenjalo ukongezelela kuko+ ukuba uthe wandifihlela ilizwi emazwini onke awathethileyo kuwe.” 2 Samuweli 19:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 NakuAmasa nize nithi,+ ‘Akulothambo lam nenyama yam na? Ngoko ngamana uThixo angenza kum aze ke ongezelele+ ukukwenza ukuba akuyi kusoloko uyintloko yomkhosi phambi kwam esikhundleni sikaYowabhi.’”+
17 Apho ufela khona ndiya kufela khona,+ ndingcwatyelwe khona. Wanga uYehova angenjenjalo kum aze ongeze+ kuko ukuba kungabikho nantoni na enokusahlula ngaphandle kokufa.”
17 Waza wahlabela mgama wathi: “Lithini na ilizwi alithethileyo kuwe? Nceda, musa ukundifihlela lona.+ Ngamana uThixo angenjenjalo kuwe aze enjenjalo ukongezelela kuko+ ukuba uthe wandifihlela ilizwi emazwini onke awathethileyo kuwe.”
13 NakuAmasa nize nithi,+ ‘Akulothambo lam nenyama yam na? Ngoko ngamana uThixo angenza kum aze ke ongezelele+ ukukwenza ukuba akuyi kusoloko uyintloko yomkhosi phambi kwam esikhundleni sikaYowabhi.’”+