IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 39:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Wakholeka uYosefu emehlweni ayo, wayikhonza, yaza yammisela waba ngumveleli wendlu yayo,+ yakunikela esandleni sakhe konke okwayo.

  • 1 Kumkani 11:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ke kaloku le ndoda inguYerobhoham yayilikroti elinamandla.+ Xa uSolomon wabonayo ukuba lo mfana wayengumsebénzi okhutheleyo,+ wamenza umveleli+ wayo yonke inkonzo yesinyanzelo+ yendlu kaYosefu.+

  • IMizekeliso 17:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Umkhonzi obonakalisa ingqiqo uya kumlawula unyana owenza okuziintloni,+ yaye uya kuba nesabelo selifa phakathi kwabantakwabo.+

  • Hebhere 6:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kodwa sinqwenela ukuba ngamnye wenu akhuthale ngokufanayo khon’ ukuze nibe nokuqiniseka ngokupheleleyo+ ngethemba+ lenu kude kuse ekupheleni,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share