1 Samuweli 2:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ukuba umntu uthe wona umntu,+ uThixo uya kumlamlela;+ kodwa ukuba umntu uthe wona uYehova,+ ngubani na owokumthandazela?”+ Kodwa babengaliphulaphuli ilizwi likayise,+ ngenxa yokuba uYehova ngoku wayezimisele ukubabulala.+ IMizekeliso 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Olungisa umgculeli uzizisela ihlazo,+ nowohlwaya ongendawo—uzizisela isiphene.+
25 Ukuba umntu uthe wona umntu,+ uThixo uya kumlamlela;+ kodwa ukuba umntu uthe wona uYehova,+ ngubani na owokumthandazela?”+ Kodwa babengaliphulaphuli ilizwi likayise,+ ngenxa yokuba uYehova ngoku wayezimisele ukubabulala.+