IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 10:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ebuninzini bamazwi akusweleki kunxaxha,+ kodwa oyinqandayo imilebe yakhe wenza ngokunengqiqo.+

  • IMizekeliso 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngokunxaxha kwemilebe umntu onobubi uyarhintyelwa,+ kodwa ilungisa liyaphuma embandezelweni.+

  • IMizekeliso 18:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Umlomo wesiyatha uyasitshabalalisa,+ yaye imilebe yaso ingumgibe emphefumlweni waso.+

  • Mateyu 12:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Ndithi ke kuni, lonke ilizwi elingamampunge abalithethayo abantu, baya kuphendula+ ngalo ngeMini Yomgwebo;

  • Yakobi 1:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ukuba umntu uzibona engumnquli ofanelekileyo+ ukanti engalubambi ngomkhala ulwimi lwakhe,+ kodwa eqhubeka ekhohlisa intliziyo yakhe,+ unqulo lwakhe luphuthile.+

  • Yakobi 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngalo sibonga uYehova,+ uBawo,+ kanti kwangalo siqalekisa+ abantu abenziwe “ngomfanekiso kaThixo.”+

  • Yuda 16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Aba bantu into abayaziyo kukumbombozela,+ bekhalaza, behamba ngokweenkanuko zabo,+ yaye bathetha ngokuzigwagwisa,+ bencoma abantu+ ukuze bafumane inzuzo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share