IMizekeliso 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yinqaba eyomeleleyo+ igama likaYehova. Ilungisa libalekela kulo lize likhuseleke.+ Isaya 26:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Hambani, bantu bam, ningene emagumbini enu angaphakathi, nize nivale iingcango zenu emva kwenu.+ Zifihleni umzuzwana kude kudlule isiqalekiso.+ Yeremiya 15:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UYehova uthe: “Ngokuqinisekileyo ndiza kukulungiselela ukuze ulungelwe.+ Ngokuqinisekileyo ndiza kukuthethelela ngexesha lentlekele+ nangexesha lokubandezeleka, nxamnye notshaba.+ Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+
20 “Hambani, bantu bam, ningene emagumbini enu angaphakathi, nize nivale iingcango zenu emva kwenu.+ Zifihleni umzuzwana kude kudlule isiqalekiso.+
11 UYehova uthe: “Ngokuqinisekileyo ndiza kukulungiselela ukuze ulungelwe.+ Ngokuqinisekileyo ndiza kukuthethelela ngexesha lentlekele+ nangexesha lokubandezeleka, nxamnye notshaba.+