Genesis 42:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wathi uYosefu akubabona abantakwabo, wabaqonda ngoko nangoko, kodwa wazenza abamqonda.+ Ngoko wathetha ngqwabalala nabo, wathi kubo: “Nivela phi?” baza bona bathi: “Sivela ezweni lakwaKanan ukuza kuthenga ukudla.”+ 1 Samuweli 25:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wabaphendula ke uNabhali abakhonzi bakaDavide waza wathi: “Ngubani na uDavide,+ engubani na unyana kaYese? Kule mihla baye baba baninzi abakhonzi abaqhawulayo, ngamnye esuka phambi kwenkosi yakhe.+ Amosi 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Yivani oku, nina nilingqavulayo ihlwempu,+ nokuze nibaphelise abalulamileyo emhlabeni,+
7 Wathi uYosefu akubabona abantakwabo, wabaqonda ngoko nangoko, kodwa wazenza abamqonda.+ Ngoko wathetha ngqwabalala nabo, wathi kubo: “Nivela phi?” baza bona bathi: “Sivela ezweni lakwaKanan ukuza kuthenga ukudla.”+
10 Wabaphendula ke uNabhali abakhonzi bakaDavide waza wathi: “Ngubani na uDavide,+ engubani na unyana kaYese? Kule mihla baye baba baninzi abakhonzi abaqhawulayo, ngamnye esuka phambi kwenkosi yakhe.+