Numeri 31:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Baphindezelele+ oonyana bakaSirayeli kumaMidiyan.+ Emva koko wohlanganiselwa ebantwini bakowenu.”+ Yeremiya 48:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Makaqalekiswe owenza uthumo lukaYehova ngokungakhathali;+ makaqalekiswe nolinqandayo ikrele lakhe egazini! Hezekile 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Indoda endala, umfana nentombi enyulu nomntwana omncinane nabafazi+ nize nibabulale—nibonakalise. Kodwa nawuphi na umntu onophawu ningasondeli kuye,+ yaye nize niqale engcweleni yam.”+ Ngoko aqala ngamadoda amakhulu awayephambi kwendlu.+
2 “Baphindezelele+ oonyana bakaSirayeli kumaMidiyan.+ Emva koko wohlanganiselwa ebantwini bakowenu.”+
10 “Makaqalekiswe owenza uthumo lukaYehova ngokungakhathali;+ makaqalekiswe nolinqandayo ikrele lakhe egazini!
6 Indoda endala, umfana nentombi enyulu nomntwana omncinane nabafazi+ nize nibabulale—nibonakalise. Kodwa nawuphi na umntu onophawu ningasondeli kuye,+ yaye nize niqale engcweleni yam.”+ Ngoko aqala ngamadoda amakhulu awayephambi kwendlu.+