INtshumayeli 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba kukho umntu omsebenzi wakhe onzima ungowobulumko nokwazi nobugcisa,+ kodwa umntu ongayisebenzelanga nzima loo nto uya kunikwa isahlulo sakhe.+ Kwanako oku kungamampunge nentlekele enkulu.+
21 Kuba kukho umntu omsebenzi wakhe onzima ungowobulumko nokwazi nobugcisa,+ kodwa umntu ongayisebenzelanga nzima loo nto uya kunikwa isahlulo sakhe.+ Kwanako oku kungamampunge nentlekele enkulu.+