1 Kumkani 4:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Yaye ubulumko bukaSolomon babubuninzi ngakumbi+ kunobulumko bonke baseMpumalanga+ nakunabo bonke ubulumko baseYiputa.+ 2 Kronike 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ubulumko nolwazi uzinikiwe;+ kwanendyebo nobutyebi nembeko ndiya kukunika ekungabangakho unazo kookumkani ababekho phambi kwakho,+ nekungekho bani uya kuba nazo emva kwakho.”+
30 Yaye ubulumko bukaSolomon babubuninzi ngakumbi+ kunobulumko bonke baseMpumalanga+ nakunabo bonke ubulumko baseYiputa.+
12 ubulumko nolwazi uzinikiwe;+ kwanendyebo nobutyebi nembeko ndiya kukunika ekungabangakho unazo kookumkani ababekho phambi kwakho,+ nekungekho bani uya kuba nazo emva kwakho.”+