2 Kronike 9:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ekugqibeleni uSolomon walala kookhokho bakhe. Ngoko wangcwatyelwa kwisiXeko sikaDavide uyise;+ waza uRehobhoham+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.+ INtshumayeli 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ndaza, mna, ndakuthiya ukusebenza nzima endakwenzayo phantsi kwelanga,+ ekubeni ndiya kukushiya nomntu oya kubakho emva kwam.+ INtshumayeli 5:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kanye njengokuba ubani waphumayo esiswini sikanina, uya kubuya emke eze,+ kanye njengoko wezayo; akukho nto anokuyithwala emsebenzini onzima awenzileyo,+ anokuyithabatha ngesandla sakhe.
31 Ekugqibeleni uSolomon walala kookhokho bakhe. Ngoko wangcwatyelwa kwisiXeko sikaDavide uyise;+ waza uRehobhoham+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.+
18 Ndaza, mna, ndakuthiya ukusebenza nzima endakwenzayo phantsi kwelanga,+ ekubeni ndiya kukushiya nomntu oya kubakho emva kwam.+
15 Kanye njengokuba ubani waphumayo esiswini sikanina, uya kubuya emke eze,+ kanye njengoko wezayo; akukho nto anokuyithwala emsebenzini onzima awenzileyo,+ anokuyithabatha ngesandla sakhe.