IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 22:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 YayingengoAkan+ unyana kaZera na owenza isenzo sokungathembeki kwinto eyayinikelwe kwintshabalalo, yaye akuzange kubekho ukucaphuka nxamnye nayo yonke indibano kaSirayeli?+ Kwaye asinguye kuphela umntu owabhubhayo ngesiphoso sakhe.’”+

  • 1 Korinte 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Isizathu senu sokuqhayisa+ asisihle. Anazi na ukuba igwele elincinane libilisa+ intlama iphela?+

  • Galati 5:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Igwele elincinane libilisa intlama iphela.+

  • Tito 1:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kufuneka bavalwe imilomo, kuba babhukuqa izindlu ziphela+ ngokufundisa izinto ezingafanelekanga, ngenjongo yokufumana inzuzo yokunganyaniseki.+

  • Hebhere 12:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 nikuphaphele ngenyameko ukuba kungabikho namnye ububandezwayo ububele obungasifanelanga bukaThixo;+ kungabikho ngcambu inetyhefu+ iphumayo ibangele inkathazo baze abaninzi benziwe inqambi yiyo;+

  • 3 Yohane 10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngoko ke, ukuba ndithe ndafika, ndiya kuyikhumbula imisebenzi yakhe aqhubeka eyenza,+ ephololoza ngathi ngamazwi angendawo.+ Kanti ke, nangaphezu koko, akabamkeli ngembeko abazalwana,+ yaye nabo bafuna ukubamkela+ uzama ukubathintela+ efuna nokubaphosela ngaphandle+ kwebandla.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share