INtshumayeli 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndayibona yonke imisebenzi eyenziwayo phantsi kwelanga,+ yaye, khangela! yonk’ into ingamampunge nokusukelana nomoya.+ INtshumayeli 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba kukho umntu omsebenzi wakhe onzima ungowobulumko nokwazi nobugcisa,+ kodwa umntu ongayisebenzelanga nzima loo nto uya kunikwa isahlulo sakhe.+ Kwanako oku kungamampunge nentlekele enkulu.+
14 Ndayibona yonke imisebenzi eyenziwayo phantsi kwelanga,+ yaye, khangela! yonk’ into ingamampunge nokusukelana nomoya.+
21 Kuba kukho umntu omsebenzi wakhe onzima ungowobulumko nokwazi nobugcisa,+ kodwa umntu ongayisebenzelanga nzima loo nto uya kunikwa isahlulo sakhe.+ Kwanako oku kungamampunge nentlekele enkulu.+